《Iinkomo(Beatbox Remix|Bonus Track)》歌词

[00:00:00] Iinkomo - The Soil
[00:00:02] Nazi inkomo ebuhlanti
[00:00:04] Kuvume nabaphantsi
[00:00:07] Besithi eyi sani
[00:00:09] Kutheni angekhamthati
[00:00:12] Ndathi yonk'int'irighti
[00:00:14] Yena ungowami
[00:00:17] Kodwa kukhona ingxaki
[00:00:19] Utata'khe akandifuni
[00:00:22] Nazi inkomo ebuhlanti
[00:00:24] Kuvume nabaphantsi
[00:00:27] Besithi eyi sani
[00:00:29] Kutheni angekhamthati
[00:00:32] Ndathi yonk'int'irighti
[00:00:34] Yena ungowami
[00:00:37] Kodwa kukhona ingxaki
[00:00:40] Utata'khe akandifuni
[00:00:43] Yathi ndisahleli phantsi komthi
[00:00:46] Yadlula yone leyontokazi
[00:00:49] Ndiyaqonda ibiyokha amanzi
[00:00:51] Phaya ezantsi emlanjeni
[00:00:54] Ndaphakama mna ndayilandela
[00:00:55] Nje ngo clever wase gauteni ndasondela
[00:00:59] Molo sana
[00:00:59] Ndicela ukuhamba nawe
[00:01:00] Elothutyana ndivumele ndithethe nawe
[00:01:01] Ndiyi ntsika ekhaya
[00:01:03] Ikhaya lakwa ngxanga
[00:01:06] Ndiyi nkosi lento ikwenza inkozana yam
[00:01:08] Bamb'isandla sam s'thandwa sam
[00:01:11] Uzakuba ngumama wabantwana bam
[00:01:13] Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka
[00:01:16] Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho
[00:01:19] Bahlale phantsi bobabini babonisane
[00:01:28] Whoa oh oh
[00:01:42] Somza ndiyoyika
[00:01:47] Hai ayikho int'enjalo
[00:01:48] Ndoyika umama no tata
[00:01:49] Hai ayikho int'enjalo
[00:01:52] Umama uzakundi krwitsha
[00:01:53] Sthandwa sam
[00:01:55] Utata uzakundibetha
[00:01:56] Hey lovey wam
[00:01:57] Bathi ndiya jola hai ayikho int'enjalo
[00:02:00] Ntsika ndiyoyika
[00:02:03] Hey sthandwa sam hlala nam lovey wam
[00:02:06] Umama uzakundibetha
[00:02:08] Heh man heh man ayikho into'njalo
[00:02:12] Uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola
[00:02:24] Zakwe rap
[00:02:24] Eish min' angazi no kuthi ngi qalephi le ndaba
[00:02:27] Nqaluk' ufika la ngabon' umtwana o grand le ndawo
[00:02:29] Ngathi uk'lahlel 'isingle
[00:02:30] Wa ngibeka kabe wa hamba
[00:02:32] Na le life yo kuba single ena stress my bro
[00:02:34] Ha but le angzo ejaga
[00:02:35] Na le debt ngizo yi cover
[00:02:37] Noma ngi gafe idouble price kodwa ma ngi ngeke ku le kar
[00:02:39] Vele ngiya twas' ukuthi bathi love is blind
[00:02:41] And I believe them girl
[00:02:43] You're my love and you're blind
[00:02:44] You're my love and you're blind
[00:02:46] Uhhh huuu
[00:02:46] Ungitshele ma ngi phazama khona
[00:02:48] Ngizo phaphama inqondo ma phambane
[00:02:49] Inumber number ma u ka ngaya yona
[00:02:50] Ngizo ghoba ku vale' intanbama
[00:02:52] Ngiyazi abanye ba hamba hamba
[00:02:53] Ba qhome ba phalaze but mina ma
[00:02:54] Ngi zo uthi tswa nga'magama 'mnandi
[00:02:56] You're my light in the dark
[00:02:58] You're that vibe in the club
[00:02:59] You're that time in the watch
[00:03:01] E yam' itiming I watch
[00:03:02] Ka mbonis' inkomo ezi ka baba
[00:03:03] Nga mcela ku abadala ke
[00:03:04] That's the picture u kuze ngi qhobeke
[00:03:06] Nazi inkomo ebuhlanti
[00:03:08] Kuvume nabaphantsi
[00:03:11] Besithi eyi sani
[00:03:13] Kutheni angekhamthati
[00:03:16] Ndathi yonk'int'irighti
[00:03:18] Yena ungowami
[00:03:21] Kodwa kukhona ingxaki
[00:03:23] Utata'khe akandifuni
[00:03:26] Hayi andikaze mna ndiyibone hai hai
[00:03:30] Intombazane yentle nje ngaye
[00:03:36] Please ntombazane uzundimamele
[00:03:42] Ndi theth'inyani sthandwa undi charmile
[00:03:47] Ndith' ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe
[00:03:51] Mna nawe baby sesitshatile
[00:03:57] Please ntombazane uzundi kholelwe
[00:04:02] Ndi thet'inyani sthandwa ndikuthandile
[00:04:05] Utata'khe akandifun akandifun akandifun
[00:04:11] Utata'khe akandifun akandifuni
[00:04:15] Utata'khe akandifuni
[00:04:18] Utata'khe akandifun
[00:04:20] Utata'khe akandifun akandifun akandifuni
[00:04:27] Utata'khe akandifun akandifun akandifun
[00:04:31] Utata'khe akandifun akandifuni
[00:04:36] Utata'khe akandifuni
[00:04:38] Utata'khe akandifun
[00:04:40] Utata'khe akandifun akandifuni akandifun
您可能还喜欢歌手The Soil&Zakwe的歌曲:
随机推荐歌词:
- 心声泪痕 [李茂山]
- 一击即中(新歌) [Cookies]
- 然后然后(Live) [周华健]
- Taking Over [The King Blues]
- 古典爱情 [李碧华]
- N.Sonic [N-SONIC]
- Lower the Line [Comeback Kid]
- 心若雪 [周瑞玲]
- Hey! Bo Diddley [Bo Diddley]
- I’ve Got You Under My Skin [André Previn]
- Berimbau [Baden Powell]
- Soma [Ultramariini]
- I Can’t Give You Anything But Love [Paul Anka]
- 如果时间 [李晨曦]
- 一起旅行 [周巧巧]
- I DON’T WANNA GET HURT(132 BPM) [T ZONE]
- Didn’t I Fade [Handsome Ghost]
- VS [E.Sang&Taw]
- Rapsberries, Strawberries [The Kingston Trio]
- Comedy House [Strikers]
- Firedance(Remastered) [Gotthard]
- Where Or When [Etta Jones]
- 直到你找不到我(Live) - live [林峯]
- 野生动物 [达子]
- 那王元必提此案 [郭子]
- Só Em Teus Braos [Joao Gilberto]
- Pull Up N Wreck [Big Sean&Metro Boomin&21 ]
- 将军梦 [MC李仙]
- Marie [Vic Damone]
- Malancolo [Conjunto Clasico&Tito Nie]
- The Jet Set Junta [The Monochrome Set]
- I Need Your Lovin’ [Teena Marie&Rufus]
- En Revancha [Pedro Vargas]
- vol.2 昔孟母 [兔小贝]
- Mad About the Boy(Remastered) [Julie London]
- I Didn’t Know What Time It Was [Anita O’Day]
- I Follow Rivers [Miss Mayra]
- 花费 [王萌]
- 顺路 [陈文媛]
- 班得瑞立体声轻音乐 [网络歌手]
- 忘了伤痛 [陈美希]
- 禅心通明 [Assen捷&司夏_西国海妖]